Eksodus 1:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 1 Ke kaloku ngawo la amagama oonyana bakaSirayeli abafikayo eYiputa noYakobi; ndoda nganye yeza nendlu yayo:+ Eksodus 28:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 “Uze uthabathe amatye eanikis abe mabini,+ ukrole+ kuwo amagama oonyana bakaSirayeli,+ Eksodus 28:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 amagama amathandathu abo oba kwelinye ilitye namagama amathandathu abanye abe kwelinye ilitye ngokokuzalwa kwabo.+
1 Ke kaloku ngawo la amagama oonyana bakaSirayeli abafikayo eYiputa noYakobi; ndoda nganye yeza nendlu yayo:+
10 amagama amathandathu abo oba kwelinye ilitye namagama amathandathu abanye abe kwelinye ilitye ngokokuzalwa kwabo.+