Eksodus 37:25 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 25 Wenza nesibingelelo sokuqhumisela+ ngomthi womnga.+ Ubude baso baba yikubhite nobubanzi baso baba yikubhite, saba namacala amane alinganayo, ukuphakama kwaso kwaba ziikubhite ezimbini. Zaphuma kuso iimpondo zaso.+
25 Wenza nesibingelelo sokuqhumisela+ ngomthi womnga.+ Ubude baso baba yikubhite nobubanzi baso baba yikubhite, saba namacala amane alinganayo, ukuphakama kwaso kwaba ziikubhite ezimbini. Zaphuma kuso iimpondo zaso.+