Eksodus 30:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 “Woqhumisela kuso+ uAron ngesiqhumiso sobulawu.+ Imiso ngemiso, woqhumisela ngaso ekulungiseni kwakhe izibane.+ Eksodus 39:38 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 38 nesibingelelo+ segolide neoli yokuthambisa+ nesiqhumiso sobulawu+ nomkhusane+ womnyango wentente, INdumiso 141:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 Ngamana umthandazo wam ungalungiselelwa njengempepho+ phambi kwakho,+Ukuphakanyiswa kwezandla zam zam kube njengomnikelo wokudla okuziinkozo wangokuhlwa.+ Luka 1:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 yaye yonke inkitha yabantu yayithandaza ngaphandle ngelixa lokunikela isiqhumiso.+ ISityhilelo 8:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Kwafika enye ingelosi yaza yema esibingelelweni,+ inesitya sesiqhumiso segolide; yanikwa isiqhumiso+ esininzi ukuba isinikele kunye nemithandazo yabo bonke abo bangcwele phezu kwesibingelelo segolide esasiphambi kwetrone.
7 “Woqhumisela kuso+ uAron ngesiqhumiso sobulawu.+ Imiso ngemiso, woqhumisela ngaso ekulungiseni kwakhe izibane.+
2 Ngamana umthandazo wam ungalungiselelwa njengempepho+ phambi kwakho,+Ukuphakanyiswa kwezandla zam zam kube njengomnikelo wokudla okuziinkozo wangokuhlwa.+
3 Kwafika enye ingelosi yaza yema esibingelelweni,+ inesitya sesiqhumiso segolide; yanikwa isiqhumiso+ esininzi ukuba isinikele kunye nemithandazo yabo bonke abo bangcwele phezu kwesibingelelo segolide esasiphambi kwetrone.