Eksodus 25:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 “Yaye bamele benze iTyeya ngomthi womnga,+ ubude bayo bube ziikubhite ezimbini ezinesiqingatha nobubanzi bayo bube yikubhite enesiqingatha nokuphakama kwayo kube yikubhite enesiqingatha. Eksodus 37:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 37 UBhetsaleli+ wayenza iTyeya+ ngomthi womnga. Ubude bayo baba ziikubhite ezimbini ezinesiqingatha, baza ububanzi bayo baba yikubhite enesiqingatha, nokuphakama kwayo kwaba yikubhite enesiqingatha.+
10 “Yaye bamele benze iTyeya ngomthi womnga,+ ubude bayo bube ziikubhite ezimbini ezinesiqingatha nobubanzi bayo bube yikubhite enesiqingatha nokuphakama kwayo kube yikubhite enesiqingatha.
37 UBhetsaleli+ wayenza iTyeya+ ngomthi womnga. Ubude bayo baba ziikubhite ezimbini ezinesiqingatha, baza ububanzi bayo baba yikubhite enesiqingatha, nokuphakama kwayo kwaba yikubhite enesiqingatha.+