IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Eksodus 26:31
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 31 “Uze wenze ikhuselo+ ngemisonto eluhlaza nangoboya obudaywe bamfusa bubomvu nangomchako omfusa nangelinen ecikizekileyo, ephothiweyo. Wolenzela iikherubhi,+ uziluke ngobugcisa.

  • Eksodus 36:35
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 35 Wenza ikhuselo+ ngemisonto eluhlaza nangoboya obudaywe bamfusa bubomvu nangomchako omfusa nangelinen ecikizekileyo ephothiweyo. Walenzela iikherubhi, waziluka ngobugcisa.+

  • Eksodus 40:3
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 3 Woyibeka khona ityeya yesingqino+ uze uvale ngekhuselo ukuba kungasondelwa kwiTyeya leyo.+

  • Levitikus 16:2
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 2 Wathi uYehova kuMoses: “Thetha kuAron umntakwenu, ukuba angangeni ngamaxesha onke endaweni engcwele+ ngaphakathi kwekhuselo,+ phambi kwesigubungelo esiphezu kweTyeya, ukuze angafi;+ kuba ndiya kubonakala efini+ phezu kwesigubungelo.+

  • Numeri 3:31
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 31 Imbopheleleko yabo+ yayikukunyamekela iTyeya+ netafile+ nesiphatho sezibane+ nesibingelelo+ neempahla+ zendawo engcwele abalungiselela ngazo nomkhusane,+ nomsebenzi wawo wonke.

  • Hebhere 9:3
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 3 Kodwa ngemva kwekhuselo+ lesibini kwakukho icandelo lentente elibizwa ngokuthi “eYona Ngcwele.”+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share