Eksodus 5:21 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 21 Ngoko nangoko athi kubo: “Ngamana uYehova anganikhangela agwebe,+ ekubeni nisenze salivumba elibi+ phambi koFaro naphambi kwabakhonzi bakhe ngokokude babeke ikrele lokusibulala esandleni sabo.”+ Eksodus 6:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Emva koko uMoses wakuthetha oku koonyana bakaSirayeli, kodwa abamphulaphulanga uMoses ngenxa yokudimazeka nangenxa yokukhotyokiswa nzima.+
21 Ngoko nangoko athi kubo: “Ngamana uYehova anganikhangela agwebe,+ ekubeni nisenze salivumba elibi+ phambi koFaro naphambi kwabakhonzi bakhe ngokokude babeke ikrele lokusibulala esandleni sabo.”+
9 Emva koko uMoses wakuthetha oku koonyana bakaSirayeli, kodwa abamphulaphulanga uMoses ngenxa yokudimazeka nangenxa yokukhotyokiswa nzima.+