ABagwebi 11:27 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 27 Ke mna, andonanga nxamnye nawe, kodwa uqhubana kakubi nam ngokulwa nam. UYehova uMgwebi+ makagwebe namhlanje phakathi koonyana bakaSirayeli noonyana baka-Amoni.’” 1 Samuweli 2:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Ke yena uYehova, baya kunkwantya abo basukuzana naye;+Uya kubadudumela esemazulwini.+UYehova uya kugweba iziphelo zomhlaba,+Ukuze abe nokunika ukumkani wakhe amandla,+Ukuze abe nokuluphakamisa uphondo lothanjisiweyo wakhe.”+ Isaya 33:22 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 22 Kuba uYehova nguMgwebi wethu,+ uYehova nguMmisi-mthetho wethu,+ uYehova nguKumkani wethu;+ yena uya kusisindisa.+
27 Ke mna, andonanga nxamnye nawe, kodwa uqhubana kakubi nam ngokulwa nam. UYehova uMgwebi+ makagwebe namhlanje phakathi koonyana bakaSirayeli noonyana baka-Amoni.’”
10 Ke yena uYehova, baya kunkwantya abo basukuzana naye;+Uya kubadudumela esemazulwini.+UYehova uya kugweba iziphelo zomhlaba,+Ukuze abe nokunika ukumkani wakhe amandla,+Ukuze abe nokuluphakamisa uphondo lothanjisiweyo wakhe.”+
22 Kuba uYehova nguMgwebi wethu,+ uYehova nguMmisi-mthetho wethu,+ uYehova nguKumkani wethu;+ yena uya kusisindisa.+