IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Genesis 34:30
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 30 Wathi uYakobi kuSimeyon nakuLevi:+ “Nindizisele ishwangusha, nandenzela ivumba elibi kubemi beli lizwe,+ amaKanan namaPerizi; kanti thina sibambalwa ngenani,+ yaye ngokuqinisekileyo baya kuhlanganisana ndawonye ngokunxamnye nam baze bandihlasele, ndibhujiswe, mna nendlu yam.”

  • 1 Samuweli 13:4
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 4 Kwaye wonke uSirayeli weva kuxelwa oku: “USawule uxabele ekampini yomkhosi wamaFilisti, ke ngoku uSirayeli unuka kakubi+ phakathi kwamaFilisti.” Ngoko babizelwa ndawonye bonke abantu ukuba balandele uSawule ukuya eGiligali.+

  • 1 Kronike 19:6
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 6 Ekuhambeni kwexesha oonyana baka-Amoni babona ukuba balivumba elibi+ kuDavide, yaye uHanuni+ noonyana baka-Amoni bathumela iitalente ezilliwaka zesilivere+ ukuziqeshela iinqwelo+ nabakhweli-mahashe eMesopotamiya naseAram-mahaka+ naseTsobha.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share