Eksodus 4:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Wathi uMoses kuYehova: “Ndiyangxengxeza, Yehova, kuba umkhonzi wakho lo akazange waba liciko, ukususela ekuthetheni kwakho nam, nangezolo, nangaphambi koko, kuba ndiyacotha ngomlomo, ndikwacotha nangolwimi.”+ Yeremiya 1:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Kodwa mna ndathi: “Awu, Nkosi enguMongami Yehova! Yabona, okunene andikwazi kuthetha,+ kuba ndiyinkwenkwe nje.”+ IZenzo 7:22 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 22 Ngenxa yoko uMoses wafundiswa bonke ubulumko+ bamaYiputa. Enyanisweni, wayenamandla ngamazwi+ nezenzo zakhe.
10 Wathi uMoses kuYehova: “Ndiyangxengxeza, Yehova, kuba umkhonzi wakho lo akazange waba liciko, ukususela ekuthetheni kwakho nam, nangezolo, nangaphambi koko, kuba ndiyacotha ngomlomo, ndikwacotha nangolwimi.”+
6 Kodwa mna ndathi: “Awu, Nkosi enguMongami Yehova! Yabona, okunene andikwazi kuthetha,+ kuba ndiyinkwenkwe nje.”+
22 Ngenxa yoko uMoses wafundiswa bonke ubulumko+ bamaYiputa. Enyanisweni, wayenamandla ngamazwi+ nezenzo zakhe.