IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Eksodus 6:12
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 12 Noko ke, uMoses wathetha phambi koYehova, wathi: “Khangela! Oonyana bakaSirayeli abandiphulaphulanga;+ uya kundiphulaphula njani ke yena uFaro,+ ndingomilebe ingalukanga nje?”+

  • Numeri 12:3
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 3 Ke indoda leyo inguMoses yayiyeyona ilulamileyo+ kubantu bonke ababephezu komhlaba.

  • Yeremiya 1:6
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 6 Kodwa mna ndathi: “Awu, Nkosi enguMongami Yehova! Yabona, okunene andikwazi kuthetha,+ kuba ndiyinkwenkwe nje.”+

  • IZenzo 7:22
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 22 Ngenxa yoko uMoses wafundiswa bonke ubulumko+ bamaYiputa. Enyanisweni, wayenamandla ngamazwi+ nezenzo zakhe.

  • 2 Korinte 11:6
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 6 Nokuba andinabuchule ngentetho,+ ngokuqinisekileyo andinjalo ngolwazi;+ kodwa ngandlela zonke salubonakalisa kuni kuzo zonke izinto.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share