Eksodus 3:19 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 19 Ke mna ndazi kakuhle ukuba, ukumkani waseYiputa akayi kunivumela ukuba nihambe ngaphandle kwangesandla esomeleleyo.+ Eksodus 7:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Akayi kuniphulaphula uFaro;+ yaye ndothi ke ngoko ndisibeke isandla sam phezu kweYiputa ndize ndiyikhuphe imikhosi yam,+ abantu bam,+ oonyana bakaSirayeli,+ ezweni laseYiputa ngezigwebo ezikhulu.+ Roma 9:18 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 18 Ngoko, ke, kulowo anqwenela ukwenjenjalo kuye uba nenceba,+ kodwa lowo anqwenela njalo kuye uyamyeka abe neenkani.+
19 Ke mna ndazi kakuhle ukuba, ukumkani waseYiputa akayi kunivumela ukuba nihambe ngaphandle kwangesandla esomeleleyo.+
4 Akayi kuniphulaphula uFaro;+ yaye ndothi ke ngoko ndisibeke isandla sam phezu kweYiputa ndize ndiyikhuphe imikhosi yam,+ abantu bam,+ oonyana bakaSirayeli,+ ezweni laseYiputa ngezigwebo ezikhulu.+
18 Ngoko, ke, kulowo anqwenela ukwenjenjalo kuye uba nenceba,+ kodwa lowo anqwenela njalo kuye uyamyeka abe neenkani.+