Eksodus 9:22 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 22 Wathi uYehova kuMoses: “Yolulela isandla sakho+ emazulwini, ukuze kubekho isichotho+ ezweni lonke laseYiputa, ebantwini nakwizilo nakubo bonke utyani basendle ezweni laseYiputa.” Eksodus 10:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 Wathi uYehova kuMoses: “Yolula+ isandla sakho phezu kwelizwe laseYiputa, kunyuke iinkumbi zize ezweni laseYiputa, zibudle bonke utyani belo lizwe, yonke into eshiywe sisichotho.”+ Eksodus 14:21 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 21 Wasolula uMoses isandla sakhe phezu kolwandle;+ waza walwenza uYehova lwabuyela umva ulwandle ngomoya onamandla wasempuma ubusuku bonke, waluguqula lwaba ngumhlaba owomileyo ulwandle,+ ahlukana amanzi.+
22 Wathi uYehova kuMoses: “Yolulela isandla sakho+ emazulwini, ukuze kubekho isichotho+ ezweni lonke laseYiputa, ebantwini nakwizilo nakubo bonke utyani basendle ezweni laseYiputa.”
12 Wathi uYehova kuMoses: “Yolula+ isandla sakho phezu kwelizwe laseYiputa, kunyuke iinkumbi zize ezweni laseYiputa, zibudle bonke utyani belo lizwe, yonke into eshiywe sisichotho.”+
21 Wasolula uMoses isandla sakhe phezu kolwandle;+ waza walwenza uYehova lwabuyela umva ulwandle ngomoya onamandla wasempuma ubusuku bonke, waluguqula lwaba ngumhlaba owomileyo ulwandle,+ ahlukana amanzi.+