Eksodus 12:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 Ndiya kudlula ezweni laseYiputa ngobo busuku+ ndize ndixabele onke amazibulo ezweni laseYiputa, kususela emntwini kuse kwisilo;+ ndiphumeze izigwebo kubo bonke oothixo baseYiputa.+ NdinguYehova.+ Yoshuwa 24:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Kamva ndathumela uMoses noAron,+ yaye ndayibetha iYiputa ngaloo nto ndayenzayo phakathi kwayo;+ ndaza emva koko ndanikhupha.+ INdumiso 78:45 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 45 Wabathumelela izibawu, ukuze zibadle;+Namasele, ukuze abonakalise.+
12 Ndiya kudlula ezweni laseYiputa ngobo busuku+ ndize ndixabele onke amazibulo ezweni laseYiputa, kususela emntwini kuse kwisilo;+ ndiphumeze izigwebo kubo bonke oothixo baseYiputa.+ NdinguYehova.+
5 Kamva ndathumela uMoses noAron,+ yaye ndayibetha iYiputa ngaloo nto ndayenzayo phakathi kwayo;+ ndaza emva koko ndanikhupha.+