IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Numeri 33:4
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 4 AmaYiputa wona ayengcwaba abo wabaxabelayo uYehova phakathi kwawo, oko kukuthi, onke amazibulo;+ nezithixo zawo uYehova wazigweba.+

  • Isaya 19:1
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 19 Isibhengezo nxamnye neYiputa:+ Khangela! UYehova ukhwele kwilifu+ elikhawulezayo esiya eYiputa. Kwaye oothixo baseYiputa abangenaxabiso ngokuqinisekileyo baya kudidizela ngenxa yakhe,+ nentliziyo yeYiputa iya kunyibilika ngaphakathi kuyo.+

  • Yeremiya 43:13
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 13 Ngokuqinisekileyo uya kuziqhekeza iintsika zaseBhete-shemeshe, ekwilizwe laseYiputa; nezindlu zoothixo baseYiputa uya kuzitshisa ngomlilo.”’”

  • Zefaniya 2:11
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 11 UYehova uya koyikeka kubo;+ kuba ngokuqinisekileyo uya kubabhityisa bonke oothixo bomhlaba,+ nabantu baya kuqubuda kuye,+ ngamnye endaweni yakhe, zonke iziqithi zeentlanga.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share