Eksodus 11:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Wathi uMoses: “Utsho uYehova ukuthi, ‘Malunga nasezinzulwini zobusuku ndophuma ndiye phakathi kweYiputa,+ Amosi 5:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 ‘Nakuzo zonke izidiliya kuya kwenziwa isijwili;+ kuba ndiya kudlula phakathi kwakho,’+ utsho uYehova.
4 Wathi uMoses: “Utsho uYehova ukuthi, ‘Malunga nasezinzulwini zobusuku ndophuma ndiye phakathi kweYiputa,+
17 ‘Nakuzo zonke izidiliya kuya kwenziwa isijwili;+ kuba ndiya kudlula phakathi kwakho,’+ utsho uYehova.