Eksodus 9:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Yaye ngokuqinisekileyo uYehova uya kwenza umahluko phakathi kwemfuyo yakwaSirayeli nemfuyo yaseYiputa, kungafi nanye kuleyo yoonyana bakaSirayeli.”’”+ Eksodus 10:23 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 23 Ababonana, akwasuka bani endaweni yakhe iintsuku ezintathu; kodwa kubo bonke oonyana bakaSirayeli kwabakho ukukhanya apho babehlala khona.+ Eksodus 11:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Kodwa bona oonyana bakaSirayeli, akuyi kubakho nanja eya kubavungamela, kususela emntwini kuse kwisilo;+ ukuze nazi ukuba uYehova unako ukwahlukanisa phakathi kwamaYiputa noonyana bakaSirayeli.’+ Eksodus 12:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 Igazi elo loba ngumqondiso wenu ezindlwini enikuzo; ndothi ndakulibona igazi ndidlule kuni,+ ningafikelwa nina sisibetho esonakalisayo xa ndixabela ezweni laseYiputa.
4 Yaye ngokuqinisekileyo uYehova uya kwenza umahluko phakathi kwemfuyo yakwaSirayeli nemfuyo yaseYiputa, kungafi nanye kuleyo yoonyana bakaSirayeli.”’”+
23 Ababonana, akwasuka bani endaweni yakhe iintsuku ezintathu; kodwa kubo bonke oonyana bakaSirayeli kwabakho ukukhanya apho babehlala khona.+
7 Kodwa bona oonyana bakaSirayeli, akuyi kubakho nanja eya kubavungamela, kususela emntwini kuse kwisilo;+ ukuze nazi ukuba uYehova unako ukwahlukanisa phakathi kwamaYiputa noonyana bakaSirayeli.’+
13 Igazi elo loba ngumqondiso wenu ezindlwini enikuzo; ndothi ndakulibona igazi ndidlule kuni,+ ningafikelwa nina sisibetho esonakalisayo xa ndixabela ezweni laseYiputa.