Eksodus 5:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Emva koko beza uMoses noAron baza bathi kuFaro:+ “Utsho uYehova uTHIXO kaSirayeli ukuthi, ‘Bandulule abantu bam ukuze babhiyozele umthendeleko wam entlango.’”+ Eksodus 8:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 Wathi uYehova kuMoses: “Yiya kuFaro, uze uthi kuye, ‘Utsho uYehova ukuthi: “Bandulule abantu bam baye kundikhonza.+
5 Emva koko beza uMoses noAron baza bathi kuFaro:+ “Utsho uYehova uTHIXO kaSirayeli ukuthi, ‘Bandulule abantu bam ukuze babhiyozele umthendeleko wam entlango.’”+
8 Wathi uYehova kuMoses: “Yiya kuFaro, uze uthi kuye, ‘Utsho uYehova ukuthi: “Bandulule abantu bam baye kundikhonza.+