Eksodus 3:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 Wathi kuye: “Ngokuba ndiya kuba nawe,+ yaye nanku umqondiso wokuba ndim okuthumeleyo:+ Wakuba ubakhuphile abantu eYiputa, niya kumkhonza uTHIXO oyinyaniso kule ntaba.”+ Eksodus 5:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Emva koko beza uMoses noAron baza bathi kuFaro:+ “Utsho uYehova uTHIXO kaSirayeli ukuthi, ‘Bandulule abantu bam ukuze babhiyozele umthendeleko wam entlango.’”+
12 Wathi kuye: “Ngokuba ndiya kuba nawe,+ yaye nanku umqondiso wokuba ndim okuthumeleyo:+ Wakuba ubakhuphile abantu eYiputa, niya kumkhonza uTHIXO oyinyaniso kule ntaba.”+
5 Emva koko beza uMoses noAron baza bathi kuFaro:+ “Utsho uYehova uTHIXO kaSirayeli ukuthi, ‘Bandulule abantu bam ukuze babhiyozele umthendeleko wam entlango.’”+