Eksodus 4:23 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 23 Ngoko ke ndithi kuwe: Mndulule unyana wam ukuze andikhonze. Kodwa ukuba uthe wala ukumndulula, ndiza kubulala unyana wakho, izibulo lakho.”’”+ Eksodus 8:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 Ke ukuba uthe wala ukubandulula, uyabona, ndowubetha wonke ummandla wakho ngamasele.+ INdumiso 68:21 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 21 Eneneni uThixo uya kuyiqhekeza intloko yeentshaba zakhe,+Ukakayi lweenwele zentloko yakhe nabani na ohambahamba enetyala.+ IMizekeliso 6:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 Kungenxa yoko le nto iya kufika ngequbuliso intlekele yakhe;+ ngephanyazo uya kwaphulwa, kungabikho kuphiliswa.+
23 Ngoko ke ndithi kuwe: Mndulule unyana wam ukuze andikhonze. Kodwa ukuba uthe wala ukumndulula, ndiza kubulala unyana wakho, izibulo lakho.”’”+
21 Eneneni uThixo uya kuyiqhekeza intloko yeentshaba zakhe,+Ukakayi lweenwele zentloko yakhe nabani na ohambahamba enetyala.+
15 Kungenxa yoko le nto iya kufika ngequbuliso intlekele yakhe;+ ngephanyazo uya kwaphulwa, kungabikho kuphiliswa.+