Eksodus 7:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Akayi kuniphulaphula uFaro;+ yaye ndothi ke ngoko ndisibeke isandla sam phezu kweYiputa ndize ndiyikhuphe imikhosi yam,+ abantu bam,+ oonyana bakaSirayeli,+ ezweni laseYiputa ngezigwebo ezikhulu.+ Eksodus 8:19 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 19 Ngoko ke ababingeleli abaqhelisela umlingo bathi kuFaro: “Ngumnwe+ kaThixo!”+ Kodwa yaba lukhuni intliziyo kaFaro,+ akabaphulaphula, kanye njengoko wayethethile uYehova. 1 Samuweli 5:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Amadoda aseAshdode eza aza abona ukuba kunjalo, aza athi: “Ityeya kaTHIXO kaSirayeli mayingahlali kuthi, ngenxa yokuba isandla sakhe siye sanzima kuthi nakuDagon uthixo wethu.”+ INdumiso 39:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Sisuse kum isibetho sakho.+Ngenxa yobutshaba besandla sakho ndifikelele esiphelweni.+ IZenzo 13:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 Kaloku, ngoko, khangela! isandla sikaYehova siphezu kwakho, yaye uya kuba yimfama, ungakuboni ukukhanya kwelanga kangangesihlandlo sexesha.” Ngephanyazo wawelwa yinkungu eshinyeneyo nobumnyama, yaye wajikeleza efuna abantu bokumrhola ngesandla.+
4 Akayi kuniphulaphula uFaro;+ yaye ndothi ke ngoko ndisibeke isandla sam phezu kweYiputa ndize ndiyikhuphe imikhosi yam,+ abantu bam,+ oonyana bakaSirayeli,+ ezweni laseYiputa ngezigwebo ezikhulu.+
19 Ngoko ke ababingeleli abaqhelisela umlingo bathi kuFaro: “Ngumnwe+ kaThixo!”+ Kodwa yaba lukhuni intliziyo kaFaro,+ akabaphulaphula, kanye njengoko wayethethile uYehova.
7 Amadoda aseAshdode eza aza abona ukuba kunjalo, aza athi: “Ityeya kaTHIXO kaSirayeli mayingahlali kuthi, ngenxa yokuba isandla sakhe siye sanzima kuthi nakuDagon uthixo wethu.”+
11 Kaloku, ngoko, khangela! isandla sikaYehova siphezu kwakho, yaye uya kuba yimfama, ungakuboni ukukhanya kwelanga kangangesihlandlo sexesha.” Ngephanyazo wawelwa yinkungu eshinyeneyo nobumnyama, yaye wajikeleza efuna abantu bokumrhola ngesandla.+