Eksodus 7:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Akayi kuniphulaphula uFaro;+ yaye ndothi ke ngoko ndisibeke isandla sam phezu kweYiputa ndize ndiyikhuphe imikhosi yam,+ abantu bam,+ oonyana bakaSirayeli,+ ezweni laseYiputa ngezigwebo ezikhulu.+ Eksodus 8:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 Uthe ke akubona uFaro ukuba ukhululekile, wayenza lukhuni intliziyo yakhe;+ akabaphulaphula, kanye njengoko wayethethile uYehova.+
4 Akayi kuniphulaphula uFaro;+ yaye ndothi ke ngoko ndisibeke isandla sam phezu kweYiputa ndize ndiyikhuphe imikhosi yam,+ abantu bam,+ oonyana bakaSirayeli,+ ezweni laseYiputa ngezigwebo ezikhulu.+
15 Uthe ke akubona uFaro ukuba ukhululekile, wayenza lukhuni intliziyo yakhe;+ akabaphulaphula, kanye njengoko wayethethile uYehova.+