IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Eksodus 4:21
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 21 Waza wathi uYehova kuMoses: “Ekumkeni kwakho ubuyela eYiputa qiniseka ukuba uyayenza phambi koFaro+ yonke imimangaliso endiyibeke esandleni sakho. Ke mna, ndiya kuyenza lukhuni intliziyo yakhe;+ yaye akasayi kubandulula abantu.+

  • Eksodus 9:34
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 34 Wathi uFaro akubona ukuba iyekile imvula nesichotho neendudumo, wona kwakhona, wayenza lukhuni intliziyo yakhe,+ yena nabakhonzi bakhe.

  • INdumiso 7:11
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 11 UThixo nguMgwebi olilungisa,+

      Yaye uThixo uqalekisa yonke imihla.

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share