Eksodus 7:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Ke mna, ndoyenza lukhuni intliziyo kaFaro,+ yaye ngokuqinisekileyo ndoyandisa imiqondiso yam nemimangaliso yam ezweni laseYiputa.+ Eksodus 10:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Wathi uYehova kuMoses: “Yiya kuFaro, ngokuba mna—mna lo ndiyiyekile yaba lukhuni intliziyo yakhe neentliziyo zabakhonzi bakhe,+ ukuze ndiyimise phambi kwakhe le miqondiso yam,+ Eksodus 11:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 UMoses noAron bayenza yonke le mimangaliso phambi koFaro;+ kodwa uYehova wayiyeka yaba lukhuni intliziyo kaFaro, akabandulula oonyana bakaSirayeli ezweni lakhe.+ Duteronomi 2:30 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 30 Akavumanga uSihon ukumkani waseHeshbhon ukuba sidlule kuye, ngokuba uYehova uThixo wakho wawenza lukhuni umoya wakhe, wayenza lukhuni+ nentliziyo yakhe, ukuze amnikele esandleni sakho njengokuba kunjalo namhla.+ 1 Samuweli 6:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Kutheni na nifanele niyenze ibe lukhuni intliziyo yenu kanye ngokwendlela iYiputa noFaro abayenza yaba lukhuni ngayo intliziyo yabo?+ Akuzange na kamsinya nje akuba Yena eqhubene nabo ngokuqatha+ bona baqalisa ukubandulula, baza bahamba?+ Daniyeli 5:20 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 20 Kodwa wathi akuba nekratshi, yakhukhumala intliziyo yakhe kukuzidla,+ wahliswa etroneni yobukumkani bakhe, sahluthwa nesidima sakhe kuye.+ Roma 9:18 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 18 Ngoko, ke, kulowo anqwenela ukwenjenjalo kuye uba nenceba,+ kodwa lowo anqwenela njalo kuye uyamyeka abe neenkani.+
3 Ke mna, ndoyenza lukhuni intliziyo kaFaro,+ yaye ngokuqinisekileyo ndoyandisa imiqondiso yam nemimangaliso yam ezweni laseYiputa.+
10 Wathi uYehova kuMoses: “Yiya kuFaro, ngokuba mna—mna lo ndiyiyekile yaba lukhuni intliziyo yakhe neentliziyo zabakhonzi bakhe,+ ukuze ndiyimise phambi kwakhe le miqondiso yam,+
10 UMoses noAron bayenza yonke le mimangaliso phambi koFaro;+ kodwa uYehova wayiyeka yaba lukhuni intliziyo kaFaro, akabandulula oonyana bakaSirayeli ezweni lakhe.+
30 Akavumanga uSihon ukumkani waseHeshbhon ukuba sidlule kuye, ngokuba uYehova uThixo wakho wawenza lukhuni umoya wakhe, wayenza lukhuni+ nentliziyo yakhe, ukuze amnikele esandleni sakho njengokuba kunjalo namhla.+
6 Kutheni na nifanele niyenze ibe lukhuni intliziyo yenu kanye ngokwendlela iYiputa noFaro abayenza yaba lukhuni ngayo intliziyo yabo?+ Akuzange na kamsinya nje akuba Yena eqhubene nabo ngokuqatha+ bona baqalisa ukubandulula, baza bahamba?+
20 Kodwa wathi akuba nekratshi, yakhukhumala intliziyo yakhe kukuzidla,+ wahliswa etroneni yobukumkani bakhe, sahluthwa nesidima sakhe kuye.+
18 Ngoko, ke, kulowo anqwenela ukwenjenjalo kuye uba nenceba,+ kodwa lowo anqwenela njalo kuye uyamyeka abe neenkani.+