Eksodus 12:31 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 31 Ngoko nangoko wabiza+ uMoses noAron ebusuku waza wathi: “Sukani, niphume phakathi kwabantu bam, wena nabanye oonyana bakaSirayeli, nihambe, niye kukhonza uYehova, njengokutsho kwenu.+
31 Ngoko nangoko wabiza+ uMoses noAron ebusuku waza wathi: “Sukani, niphume phakathi kwabantu bam, wena nabanye oonyana bakaSirayeli, nihambe, niye kukhonza uYehova, njengokutsho kwenu.+