Eksodus 3:20 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 20 Kuya kufuneka ndisolule isandla sam+ ndize ndiyixabele iYiputa ngazo zonke izenzo zam ezimangalisayo endiya kuzenza phakathi kwayo; wothi ke emva koko anindulule.+ Eksodus 6:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Wathi uYehova kuMoses: “Uya kukubona ngoku oko ndiya kukwenza kuFaro,+ kuba ngesandla esomeleleyo ndiya kumenza abandulule ndize ngesandla esomeleleyo ndimenze abagxothe ezweni lakhe.”+ Eksodus 10:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Wathi uMoses: “Siza kuhamba nolutsha lwethu neengwevu zakowethu. Sihambe kwanoonyana bethu neentombi zethu,+ kwanezimvu zethu neenkomo zethu,+ kuba simele senze umthendeleko kuYehova.”+ INdumiso 105:38 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 38 IYiputa yaba nemihlali ukuphuma kwabo,Kuba ukunkwantyisa kwabo kwawafikela.+
20 Kuya kufuneka ndisolule isandla sam+ ndize ndiyixabele iYiputa ngazo zonke izenzo zam ezimangalisayo endiya kuzenza phakathi kwayo; wothi ke emva koko anindulule.+
6 Wathi uYehova kuMoses: “Uya kukubona ngoku oko ndiya kukwenza kuFaro,+ kuba ngesandla esomeleleyo ndiya kumenza abandulule ndize ngesandla esomeleleyo ndimenze abagxothe ezweni lakhe.”+
9 Wathi uMoses: “Siza kuhamba nolutsha lwethu neengwevu zakowethu. Sihambe kwanoonyana bethu neentombi zethu,+ kwanezimvu zethu neenkomo zethu,+ kuba simele senze umthendeleko kuYehova.”+