Eksodus 12:31 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 31 Ngoko nangoko wabiza+ uMoses noAron ebusuku waza wathi: “Sukani, niphume phakathi kwabantu bam, wena nabanye oonyana bakaSirayeli, nihambe, niye kukhonza uYehova, njengokutsho kwenu.+ Duteronomi 4:34 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 34 Okanye uThixo wakha walinga na ukuya kuzithabathela uhlanga phakathi kolunye uhlanga ngezimanga,+ nangemiqondiso+ nangemimangaliso+ nangemfazwe+ nangesandla esomeleleyo+ nangengalo eyoluliweyo+ nangokoyikeka+ okukhulu njengako konke anenzele kona uYehova uThixo wenu eYiputa phambi kwamehlo enu?
31 Ngoko nangoko wabiza+ uMoses noAron ebusuku waza wathi: “Sukani, niphume phakathi kwabantu bam, wena nabanye oonyana bakaSirayeli, nihambe, niye kukhonza uYehova, njengokutsho kwenu.+
34 Okanye uThixo wakha walinga na ukuya kuzithabathela uhlanga phakathi kolunye uhlanga ngezimanga,+ nangemiqondiso+ nangemimangaliso+ nangemfazwe+ nangesandla esomeleleyo+ nangengalo eyoluliweyo+ nangokoyikeka+ okukhulu njengako konke anenzele kona uYehova uThixo wenu eYiputa phambi kwamehlo enu?