Eksodus 5:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 Kodwa wathi uFaro: “Ngubani na uYehova,+ ukuba ndingade ndithobele ilizwi lakhe lokuba ndimndulule uSirayeli?+ Andimazi konke konke uYehova+ yaye, ngaphezu koko, andiyi kumndulula uSirayeli.”+ Eksodus 7:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Akayi kuniphulaphula uFaro;+ yaye ndothi ke ngoko ndisibeke isandla sam phezu kweYiputa ndize ndiyikhuphe imikhosi yam,+ abantu bam,+ oonyana bakaSirayeli,+ ezweni laseYiputa ngezigwebo ezikhulu.+ Eksodus 14:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 Ngako oko uYehova wayiyeka yaba lukhuni intliziyo kaFaro ukumkani waseYiputa,+ waza wabasukela oonyana bakaSirayeli, nakuba oonyana bakaSirayeli babephume ngesandla esiphakamileyo.+ Roma 9:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 Kuba iSibhalo sithi kuFaro: “Ndikuyekile ukuba uhlale, ukuze ndiwabonakalise ngawe amandla am, nokuze igama lam livakaliswe kuwo wonke umhlaba.”+
2 Kodwa wathi uFaro: “Ngubani na uYehova,+ ukuba ndingade ndithobele ilizwi lakhe lokuba ndimndulule uSirayeli?+ Andimazi konke konke uYehova+ yaye, ngaphezu koko, andiyi kumndulula uSirayeli.”+
4 Akayi kuniphulaphula uFaro;+ yaye ndothi ke ngoko ndisibeke isandla sam phezu kweYiputa ndize ndiyikhuphe imikhosi yam,+ abantu bam,+ oonyana bakaSirayeli,+ ezweni laseYiputa ngezigwebo ezikhulu.+
8 Ngako oko uYehova wayiyeka yaba lukhuni intliziyo kaFaro ukumkani waseYiputa,+ waza wabasukela oonyana bakaSirayeli, nakuba oonyana bakaSirayeli babephume ngesandla esiphakamileyo.+
17 Kuba iSibhalo sithi kuFaro: “Ndikuyekile ukuba uhlale, ukuze ndiwabonakalise ngawe amandla am, nokuze igama lam livakaliswe kuwo wonke umhlaba.”+