Isaya 16:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Nokugcoba nokuba novuyo kususiwe ebhomeni; nasezidiliyeni akukho kumemelela ngovuyo, akukho kukhwaza.+ Umxovuli akukho wayini ayixovulayo kwizixovulelo.+ Ukukhwaza ndikuyekisile.+ Yeremiya 48:33 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 33 Isukile imihlali novuyo kwibhoma nakwilizwe lakwaMowabhi.+ Ndiyiphelisile iwayini kwizixovulelo zewayini.+ Akukho bani uya kuxovula ekhwaza. Ukukhwaza akuyi kuba kukukhwaza.’”+ Hoseya 9:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 Isanda nesixovulelo sewayini azibondli,+ newayini enencasa ingqineka imdanisa.+
10 Nokugcoba nokuba novuyo kususiwe ebhomeni; nasezidiliyeni akukho kumemelela ngovuyo, akukho kukhwaza.+ Umxovuli akukho wayini ayixovulayo kwizixovulelo.+ Ukukhwaza ndikuyekisile.+
33 Isukile imihlali novuyo kwibhoma nakwilizwe lakwaMowabhi.+ Ndiyiphelisile iwayini kwizixovulelo zewayini.+ Akukho bani uya kuxovula ekhwaza. Ukukhwaza akuyi kuba kukukhwaza.’”+