IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Eksodus 12:12
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 12 Ndiya kudlula ezweni laseYiputa ngobo busuku+ ndize ndixabele onke amazibulo ezweni laseYiputa, kususela emntwini kuse kwisilo;+ ndiphumeze izigwebo kubo bonke oothixo baseYiputa.+ NdinguYehova.+

  • Nahum 1:12
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 12 Utsho uYehova ukuthi: “Nangona babekwimo epheleleyo kwaye bebaninzi, kwanakuloo mo bamele bagawulwe;+ ibe ubani umele adlule. Yaye ngokuqinisekileyo ndiya kukuxhwalekisa, khon’ ukuze ndingaphinde ndikuxhwalekise kwakhona.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share