IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Eksodus 12:12
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 12 Ndiya kudlula ezweni laseYiputa ngobo busuku+ ndize ndixabele onke amazibulo ezweni laseYiputa, kususela emntwini kuse kwisilo;+ ndiphumeze izigwebo kubo bonke oothixo baseYiputa.+ NdinguYehova.+

  • Yeremiya 43:12
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 12 Ndiza kuzitshisa ngomlilo izindlu zoothixo baseYiputa;+ kwaye ngokuqinisekileyo uya kuzitshisa zona, bona abathimbe, aze azisonge ngelizwe laseYiputa, kanye njengoko umalusi ezisonga ngesambatho sakhe,+ yaye okunene uya kuphuma apho ngoxolo.

  • Yeremiya 46:25
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 25 “UYehova wemikhosi, uTHIXO kaSirayeli, uthe, ‘Yabona, ndiphethulela ingqalelo yam kuAmon+ waseNo+ nakuFaro nakwiYiputa nakoothixo+ bayo nakookumkani bayo,+ kwanakuFaro nakubo bonke abo bakholose ngaye.’+

  • Hezekile 30:13
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 13 “Itsho iNkosi enguMongami uYehova ukuthi, ‘Ndiza kuzitshabalalisa izithixo ezinezothe+ ndize ndibayekise noothixo abangenaxabiso eNofu,+ yaye akuyi kuphinda kubekho sikhulu kwilizwe laseYiputa; kwaye ngokuqinisekileyo ndiya kufaka ukoyika kwilizwe laseYiputa.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share