Yeremiya 25:19 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 19 uFaro ukumkani waseYiputa nabakhonzi bakhe neenkosana zakhe nabo bonke abantu bakhe;+ Hezekile 29:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 “Nyana womntu, bhekisa ubuso bakho kuFaro ukumkani waseYiputa+ uze uprofete ngaye nangeYiputa yonke iphela.+ Yoweli 3:19 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 19 Yona ke iYiputa, iya kuba yinkangala ephanzileyo;+ yona ke iEdom, iya kuba yintlango yenkangala ephanzileyo,+ ngenxa yogonyamelo koonyana bakaYuda, abaphalazela igazi elimsulwa kwilizwe labo.+
2 “Nyana womntu, bhekisa ubuso bakho kuFaro ukumkani waseYiputa+ uze uprofete ngaye nangeYiputa yonke iphela.+
19 Yona ke iYiputa, iya kuba yinkangala ephanzileyo;+ yona ke iEdom, iya kuba yintlango yenkangala ephanzileyo,+ ngenxa yogonyamelo koonyana bakaYuda, abaphalazela igazi elimsulwa kwilizwe labo.+