Eksodus 5:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 Kamva amagosa+ oonyana bakaSirayeli, lawo iinduna zikaFaro zawamisa phezu kwabo, abethwa,+ kusithiwa: “Kutheni ningasigqibanga nje isabelo senu esimiselweyo sokwenza izitena+ njengangaphambili, izolo nanamhlanje?”+
14 Kamva amagosa+ oonyana bakaSirayeli, lawo iinduna zikaFaro zawamisa phezu kwabo, abethwa,+ kusithiwa: “Kutheni ningasigqibanga nje isabelo senu esimiselweyo sokwenza izitena+ njengangaphambili, izolo nanamhlanje?”+