Eksodus 22:29 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 29 “Imveliso yakho epheleleyo newayini yakho ephuphumayo uze ungandiniki uthingaza.+ Owamazibulo koonyana bakho uze umnikele kum.+ Eksodus 34:19 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 19 “Yonk’ into evula isibeleko kuqala yeyam,+ nawo onke amazibulo emfuyo yakho, nokuba ngawenkunzi yenkomo okanye awemvu.+ Numeri 8:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 Kuba ngawam onke amazibulo phakathi koonyana bakaSirayeli, kubantu nakwizilo.+ Mhla ndaxabela onke amazibulo ezweni laseYiputa+ ndazingcwalisela wona.+ Duteronomi 15:19 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 19 “Onke amazibulo angamaduna athe azalwa ngumhlambi wakho weenkomo nangumhlambi wakho weegusha ufanele uwangcwalisele uYehova uThixo wakho.+ Uze ungalisebenzisi izibulo lenkunzi yakho yenkomo, yaye ungalichebi izibulo lomhlambi wakho weegusha.+ Luka 2:23 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 23 kanye njengoko kubhaliwe emthethweni kaYehova kwathiwa: “Yonke into eliduna evula isibeleko imele ibizwe ngokuthi ingcwele kuYehova,”+
29 “Imveliso yakho epheleleyo newayini yakho ephuphumayo uze ungandiniki uthingaza.+ Owamazibulo koonyana bakho uze umnikele kum.+
19 “Yonk’ into evula isibeleko kuqala yeyam,+ nawo onke amazibulo emfuyo yakho, nokuba ngawenkunzi yenkomo okanye awemvu.+
17 Kuba ngawam onke amazibulo phakathi koonyana bakaSirayeli, kubantu nakwizilo.+ Mhla ndaxabela onke amazibulo ezweni laseYiputa+ ndazingcwalisela wona.+
19 “Onke amazibulo angamaduna athe azalwa ngumhlambi wakho weenkomo nangumhlambi wakho weegusha ufanele uwangcwalisele uYehova uThixo wakho.+ Uze ungalisebenzisi izibulo lenkunzi yakho yenkomo, yaye ungalichebi izibulo lomhlambi wakho weegusha.+
23 kanye njengoko kubhaliwe emthethweni kaYehova kwathiwa: “Yonke into eliduna evula isibeleko imele ibizwe ngokuthi ingcwele kuYehova,”+