Eksodus 13:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 “Ndingcwalisele onke amazibulo angamaduna, onke lawo avula isibeleko phakathi koonyana bakaSirayeli, kubantu nakwizilo. Wona lawo ngawam.”+ Eksodus 34:19 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 19 “Yonk’ into evula isibeleko kuqala yeyam,+ nawo onke amazibulo emfuyo yakho, nokuba ngawenkunzi yenkomo okanye awemvu.+ Levitikus 27:26 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 26 “‘Lizibulo lodwa lesilo, elizalwa njengezibulo likaYehova,+ elingayi kungcwaliswa mntu. Nokuba liyinkunzi yenkomo okanye liyimvu, lelikaYehova.+ Numeri 3:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 Kuba onke amazibulo ngawam.+ Mhla ndawaxabelayo onke amazibulo ezweni laseYiputa+ ndazingcwalisela onke amazibulo kwaSirayeli ukususela emntwini kuse kwisilo.+ Aya kuba ngawam. NdinguYehova.” Numeri 18:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 “Yonke into evula isibeleko,+ yalo lonke uhlobo lwenyama, abaya kuyisondeza kuYehova, ebantwini nakwizilo, yoba yeyakho. Noko ke, wona amazibulo abantu+ umele uwakhulule; namazibulo ezilo ezingahlambulukanga ufanele uwakhulule+. Numeri 18:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 Kuphela ngamazibulo eenkunzi zeenkomo okanye amazibulo eenkunzi zeemvana okanye amazibulo eebhokhwe ongafanele uwakhulule.+ Ayinto engcwele wona. Igazi lawo+ ufanele ulifefe esibingelelweni, yaye uqhumisele ngamanqatha awo, ibe ngumnikelo wasemlilweni lowo olivumba elithozamisayo kuYehova.+
2 “Ndingcwalisele onke amazibulo angamaduna, onke lawo avula isibeleko phakathi koonyana bakaSirayeli, kubantu nakwizilo. Wona lawo ngawam.”+
19 “Yonk’ into evula isibeleko kuqala yeyam,+ nawo onke amazibulo emfuyo yakho, nokuba ngawenkunzi yenkomo okanye awemvu.+
26 “‘Lizibulo lodwa lesilo, elizalwa njengezibulo likaYehova,+ elingayi kungcwaliswa mntu. Nokuba liyinkunzi yenkomo okanye liyimvu, lelikaYehova.+
13 Kuba onke amazibulo ngawam.+ Mhla ndawaxabelayo onke amazibulo ezweni laseYiputa+ ndazingcwalisela onke amazibulo kwaSirayeli ukususela emntwini kuse kwisilo.+ Aya kuba ngawam. NdinguYehova.”
15 “Yonke into evula isibeleko,+ yalo lonke uhlobo lwenyama, abaya kuyisondeza kuYehova, ebantwini nakwizilo, yoba yeyakho. Noko ke, wona amazibulo abantu+ umele uwakhulule; namazibulo ezilo ezingahlambulukanga ufanele uwakhulule+.
17 Kuphela ngamazibulo eenkunzi zeenkomo okanye amazibulo eenkunzi zeemvana okanye amazibulo eebhokhwe ongafanele uwakhulule.+ Ayinto engcwele wona. Igazi lawo+ ufanele ulifefe esibingelelweni, yaye uqhumisele ngamanqatha awo, ibe ngumnikelo wasemlilweni lowo olivumba elithozamisayo kuYehova.+