Numeri 18:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 “Yonke into evula isibeleko,+ yalo lonke uhlobo lwenyama, abaya kuyisondeza kuYehova, ebantwini nakwizilo, yoba yeyakho. Noko ke, wona amazibulo abantu+ umele uwakhulule; namazibulo ezilo ezingahlambulukanga ufanele uwakhulule+.
15 “Yonke into evula isibeleko,+ yalo lonke uhlobo lwenyama, abaya kuyisondeza kuYehova, ebantwini nakwizilo, yoba yeyakho. Noko ke, wona amazibulo abantu+ umele uwakhulule; namazibulo ezilo ezingahlambulukanga ufanele uwakhulule+.