Eksodus 13:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 “Ndingcwalisele onke amazibulo angamaduna, onke lawo avula isibeleko phakathi koonyana bakaSirayeli, kubantu nakwizilo. Wona lawo ngawam.”+ Levitikus 27:26 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 26 “‘Lizibulo lodwa lesilo, elizalwa njengezibulo likaYehova,+ elingayi kungcwaliswa mntu. Nokuba liyinkunzi yenkomo okanye liyimvu, lelikaYehova.+ Numeri 3:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 Kuba onke amazibulo ngawam.+ Mhla ndawaxabelayo onke amazibulo ezweni laseYiputa+ ndazingcwalisela onke amazibulo kwaSirayeli ukususela emntwini kuse kwisilo.+ Aya kuba ngawam. NdinguYehova.” Luka 2:23 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 23 kanye njengoko kubhaliwe emthethweni kaYehova kwathiwa: “Yonke into eliduna evula isibeleko imele ibizwe ngokuthi ingcwele kuYehova,”+
2 “Ndingcwalisele onke amazibulo angamaduna, onke lawo avula isibeleko phakathi koonyana bakaSirayeli, kubantu nakwizilo. Wona lawo ngawam.”+
26 “‘Lizibulo lodwa lesilo, elizalwa njengezibulo likaYehova,+ elingayi kungcwaliswa mntu. Nokuba liyinkunzi yenkomo okanye liyimvu, lelikaYehova.+
13 Kuba onke amazibulo ngawam.+ Mhla ndawaxabelayo onke amazibulo ezweni laseYiputa+ ndazingcwalisela onke amazibulo kwaSirayeli ukususela emntwini kuse kwisilo.+ Aya kuba ngawam. NdinguYehova.”
23 kanye njengoko kubhaliwe emthethweni kaYehova kwathiwa: “Yonke into eliduna evula isibeleko imele ibizwe ngokuthi ingcwele kuYehova,”+