Eksodus 7:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Aya kuthi ke azi ngokuqinisekileyo amaYiputa ukuba ndinguYehova ekusoluleni kwam isandla sam nxamnye neYiputa,+ ndibakhuphe ngokuqinisekileyo oonyana bakaSirayeli phakathi kwawo.”+ Eksodus 8:22 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 22 Yaye ngaloo mini ndiya kuthi ngokuqinisekileyo ndilenze lahluke ilizwe laseGoshen abemi kulo abantu bam, ngokuthi kungabikho zibawu khona;+ ukuze nazi ukuba ndinguYehova phakathi komhlaba.+ INdumiso 83:18 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 18 Ukuze abantu bazi+ ukuba wena, ogama linguYehova,+Nguwe wedwa Oyena Uphakamileyo+ phezu komhlaba wonke.+ Hezekile 26:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Needolophu eziphantsi kwayo ezisendle—ziya kubulawa ngekrele, bazi ukuba ndinguYehova.’+
5 Aya kuthi ke azi ngokuqinisekileyo amaYiputa ukuba ndinguYehova ekusoluleni kwam isandla sam nxamnye neYiputa,+ ndibakhuphe ngokuqinisekileyo oonyana bakaSirayeli phakathi kwawo.”+
22 Yaye ngaloo mini ndiya kuthi ngokuqinisekileyo ndilenze lahluke ilizwe laseGoshen abemi kulo abantu bam, ngokuthi kungabikho zibawu khona;+ ukuze nazi ukuba ndinguYehova phakathi komhlaba.+
18 Ukuze abantu bazi+ ukuba wena, ogama linguYehova,+Nguwe wedwa Oyena Uphakamileyo+ phezu komhlaba wonke.+