IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Eksodus 7:5
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 5 Aya kuthi ke azi ngokuqinisekileyo amaYiputa ukuba ndinguYehova ekusoluleni kwam isandla sam nxamnye neYiputa,+ ndibakhuphe ngokuqinisekileyo oonyana bakaSirayeli phakathi kwawo.”+

  • Eksodus 8:10
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 10 Wathi: “Ngomso.” Wabuya wathi ke yena: “Kuya kuba ngokwelizwi lakho, ukuze wazi ukuba akukho bani unjengoYehova uThixo wethu,+

  • 1 Samuweli 17:46
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 46 Ngale mini uYehova uya kukunikezela esandleni sam,+ yaye ngokuqinisekileyo ndiya kukubulala ndize ndiyisuse intloko yakho kuwe; yaye ngokuqinisekileyo izidumbu zenkampu yamaFilisti ndiya kuzinika iintaka zezulu namarhamncwa omhlaba ngale mini;+ baze abantu bomhlaba wonke bazi ukuba kukho uThixo ongowakwaSirayeli.+

  • 1 Kumkani 20:28
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 28 Waza umntu kaTHIXO oyinyaniso+ wasondela kukumkani wakwaSirayeli, ewe, wahlabela mgama wathi: “Utsho uYehova ukuthi, ‘Ngenxa yokuba amaSiriya ethe: “UYehova nguThixo weentaba, yaye akangoThixo weentili,” ndiya kusinikela esandleni sakho sonke esi sihlwele,+ yaye nina niya kwazi ukuba ndinguYehova.’”+

  • 2 Kumkani 19:19
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 19 Ke kaloku, khawuncede usisindise+ Yehova Thixo wethu,+ esandleni sakhe, ukuze zonke izikumkani zomhlaba zazi ukuba wena Yehova nguwe wedwa uThixo.”+

  • Hezekile 34:30
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 30 ‘Ziya kwazi ukuba mna, Yehova Thixo wazo, ndinazo,+ nokuba zingabantu bam, indlu kaSirayeli,’ itsho iNkosi enguMongami uYehova.”’+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share