Genesis 15:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 Kodwa uhlanga eya kulukhonza ndiya kulugweba,+ ize emva koko iphume nempahla eninzi.+ Eksodus 14:23 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 23 Asukela amaYiputa, enamahashe onke kaFaro neenqwelo zakhe zokulwa namajoni akhe akhwele emahasheni, angena emva kwabo+ phakathi elwandle. Yoshuwa 24:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Kwaye badanduluka kuYehova.+ Ngoko wabeka ubumnyama phakathi kwenu namaYiputa+ waza wazisa ulwandle phezu kwawo waza wawagubungela,+ yaye amehlo enu akubona oko ndakwenza eYiputa;+ kwaye nahlala entlango iintsuku ezininzi.+
23 Asukela amaYiputa, enamahashe onke kaFaro neenqwelo zakhe zokulwa namajoni akhe akhwele emahasheni, angena emva kwabo+ phakathi elwandle.
7 Kwaye badanduluka kuYehova.+ Ngoko wabeka ubumnyama phakathi kwenu namaYiputa+ waza wazisa ulwandle phezu kwawo waza wawagubungela,+ yaye amehlo enu akubona oko ndakwenza eYiputa;+ kwaye nahlala entlango iintsuku ezininzi.+