Eksodus 2:21 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 21 Emva koko uMoses wavuma ukuhlala naloo ndoda, yaza yamnika uMoses uTsipora+ intombi yayo. Eksodus 3:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Ke kaloku uMoses waba ngumalusi womhlambi kaYitro,+ umbingeleli wakwaMidiyan, awayengumkhwenyana wakhe.+ Ngoxa wayeqhubela umhlambi ngakwicala elingasentshona lentlango, wada wafika entabeni yoTHIXO oyinyaniso,+ eHorebhe.+
3 Ke kaloku uMoses waba ngumalusi womhlambi kaYitro,+ umbingeleli wakwaMidiyan, awayengumkhwenyana wakhe.+ Ngoxa wayeqhubela umhlambi ngakwicala elingasentshona lentlango, wada wafika entabeni yoTHIXO oyinyaniso,+ eHorebhe.+