Eksodus 1:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 Ngoko bamisa phezu kwabo amadoda aziintloko okubasebenzisa ngokubaqhuba ngebhaxa ngenjongo yokubacinezela ngemithwalo yabo;+ baza bakha izixeko ezingoovimba bakaFaro, ezizezi, iPitom neRahameses.+ Eksodus 6:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Kananjalo, ndikuvile mna ukugcuma koonyana bakaSirayeli,+ abakhotyokiswayo ngamaYiputa, ndawukhumbula umnqophiso wam.+ INdumiso 106:44 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 44 Wayekubona ukubandezeleka kwabo+Akuva ukukhala kwabo bembongoza.+ Isaya 63:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Ebudeni bokubandezeleka kwabo konke wabandezeleka.+ Yaye umthunywa wakhe wobuqu wabasindisa.+ Ngothando lwakhe nangemfesane yakhe wabahlawulela,+ waza waqalisa ukubaphakamisa nokubathwala yonke imihla yakudala.+ IZenzo 7:34 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 34 Ngokuqinisekileyo ndikubonile ukuphathwa kakubi kwabantu bam abaseYiputa,+ kwaye ndikuvile ukugcuma+ kwabo ndaza ndehla ukuze ndibahlangule.+ Yiza ke, ndikuthume eYiputa.’+
11 Ngoko bamisa phezu kwabo amadoda aziintloko okubasebenzisa ngokubaqhuba ngebhaxa ngenjongo yokubacinezela ngemithwalo yabo;+ baza bakha izixeko ezingoovimba bakaFaro, ezizezi, iPitom neRahameses.+
5 Kananjalo, ndikuvile mna ukugcuma koonyana bakaSirayeli,+ abakhotyokiswayo ngamaYiputa, ndawukhumbula umnqophiso wam.+
9 Ebudeni bokubandezeleka kwabo konke wabandezeleka.+ Yaye umthunywa wakhe wobuqu wabasindisa.+ Ngothando lwakhe nangemfesane yakhe wabahlawulela,+ waza waqalisa ukubaphakamisa nokubathwala yonke imihla yakudala.+
34 Ngokuqinisekileyo ndikubonile ukuphathwa kakubi kwabantu bam abaseYiputa,+ kwaye ndikuvile ukugcuma+ kwabo ndaza ndehla ukuze ndibahlangule.+ Yiza ke, ndikuthume eYiputa.’+