Genesis 15:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 Waza wathi kuAbram: “Yazi ngokuqinisekileyo ke ukuba imbewu yakho iya kuba ngumphambukeli ezweni elingelolayo,+ yaye iya kubakhonza, baze bona bayixhwalekise ngokuqinisekileyo iminyaka emakhulu mane.+ Eksodus 3:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Wongezelela uYehova wathi: “Ngokungathandabuzekiyo ndiyibonile inkxwaleko yabantu bam abaseYiputa, yaye ndisivile isikhalo sabo ngenxa yabo babaqweqwedisayo emsebenzini; kuba ndiyazi kakuhle intlungu yabo.+ Numeri 20:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 Yaye behla oobawo baya eYiputa,+ sahlala eYiputa imihla emininzi;+ asiphatha kakubi amaYiputa thina noobawo.+ Duteronomi 26:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Asiphatha kakubi amaYiputa, asixhwalekisa, asikhobokisa kalukhuni.+ IZenzo 7:34 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 34 Ngokuqinisekileyo ndikubonile ukuphathwa kakubi kwabantu bam abaseYiputa,+ kwaye ndikuvile ukugcuma+ kwabo ndaza ndehla ukuze ndibahlangule.+ Yiza ke, ndikuthume eYiputa.’+
13 Waza wathi kuAbram: “Yazi ngokuqinisekileyo ke ukuba imbewu yakho iya kuba ngumphambukeli ezweni elingelolayo,+ yaye iya kubakhonza, baze bona bayixhwalekise ngokuqinisekileyo iminyaka emakhulu mane.+
7 Wongezelela uYehova wathi: “Ngokungathandabuzekiyo ndiyibonile inkxwaleko yabantu bam abaseYiputa, yaye ndisivile isikhalo sabo ngenxa yabo babaqweqwedisayo emsebenzini; kuba ndiyazi kakuhle intlungu yabo.+
15 Yaye behla oobawo baya eYiputa,+ sahlala eYiputa imihla emininzi;+ asiphatha kakubi amaYiputa thina noobawo.+
34 Ngokuqinisekileyo ndikubonile ukuphathwa kakubi kwabantu bam abaseYiputa,+ kwaye ndikuvile ukugcuma+ kwabo ndaza ndehla ukuze ndibahlangule.+ Yiza ke, ndikuthume eYiputa.’+