Isaya 23:18 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 18 Kwaye ingenelo yayo nomvuzo+ wayo zimele zibe yinto engcwele kuYehova. Ayiyi kuqwetywa, ingayi kubekwa, ngenxa yokuba umvuzo wayo uya kuba ngowabo bahlala phambi koYehova,+ ukuze badle baneliseke nokuze banxibe ezintle.+ Isaya 60:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Ngelo xesha uya kubona uze ngokuqinisekileyo ukhazimle,+ yaye okunene intliziyo yakho iya kugubha ize yande, ngenxa yokuba indyebo yolwandle iya kuzizisa kuwe; bona kanye ubuncwane beentlanga buya kuza kuwe.+ Isaya 60:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Yonke imihlambi yakwaKedare+—iya kuqokelelwa ndawonye kuwe. Iinkunzi zeegusha zakwaNebhayoti+—ziya kukulungiselela.+ Ziya kunyukela esibingelelweni sam ngenkoliseko,+ yaye ndiya kuyihombisa indlu yam ngobuhle.+
18 Kwaye ingenelo yayo nomvuzo+ wayo zimele zibe yinto engcwele kuYehova. Ayiyi kuqwetywa, ingayi kubekwa, ngenxa yokuba umvuzo wayo uya kuba ngowabo bahlala phambi koYehova,+ ukuze badle baneliseke nokuze banxibe ezintle.+
5 Ngelo xesha uya kubona uze ngokuqinisekileyo ukhazimle,+ yaye okunene intliziyo yakho iya kugubha ize yande, ngenxa yokuba indyebo yolwandle iya kuzizisa kuwe; bona kanye ubuncwane beentlanga buya kuza kuwe.+
7 Yonke imihlambi yakwaKedare+—iya kuqokelelwa ndawonye kuwe. Iinkunzi zeegusha zakwaNebhayoti+—ziya kukulungiselela.+ Ziya kunyukela esibingelelweni sam ngenkoliseko,+ yaye ndiya kuyihombisa indlu yam ngobuhle.+