1 Samuweli 21:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Kodwa umbingeleli wamphendula uDavide waza wathi: “Akukho sonka siqhelekileyo esandleni sam, kodwa kukho isonka esingcwele;+ ukuba nje ubuncinane abafana baye bazigcina kubafazi.”+ 1 Korinte 7:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Musani ukubandezana,+ ngaphandle kokuba kungokuvumelana okwexesha elimisiweyo,+ ukuze ninikele ixesha emthandazweni nize nibe ndawonye kwakhona, ukuze uSathana anganihendi+ ngenxa yokuswela kwenu ukuzeyisa.+
4 Kodwa umbingeleli wamphendula uDavide waza wathi: “Akukho sonka siqhelekileyo esandleni sam, kodwa kukho isonka esingcwele;+ ukuba nje ubuncinane abafana baye bazigcina kubafazi.”+
5 Musani ukubandezana,+ ngaphandle kokuba kungokuvumelana okwexesha elimisiweyo,+ ukuze ninikele ixesha emthandazweni nize nibe ndawonye kwakhona, ukuze uSathana anganihendi+ ngenxa yokuswela kwenu ukuzeyisa.+