IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • IZenzo 4:24
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 24 Bakukuva oku baphakamisa amazwi abo kuThixo+ ngamxhelo mnye, bathi:

      “Nkosi enguMongami,+ unguLowo walenzayo izulu nomhlaba nolwandle nazo zonke izinto ezikuzo,+

  • IZenzo 14:15
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 15 besithi: “Madoda, kutheni nisenza ezi zinto nje? Nathi singabantu+ abanobulwelwe+ obufanayo njengoko ninjalo nani, yaye sivakalisa iindaba ezilungileyo kuni, ukuba nani nijike kwezi zinto zililize+ niye kuThixo ophilayo,+ owenza izulu+ nomhlaba nolwandle nezinto zonke ezikuzo.

  • ISityhilelo 10:6
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 6 yaza ngaLowo uphila+ ngonaphakade kanaphakade,+ owadala izulu nezinto ezikulo nomhlaba+ nezinto ezikuwo nolwandle nezinto ezikulo,+ yafunga yathi: “Akusayi kulityaziswa;+

  • ISityhilelo 14:7
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 7 isithi ngelizwi elikhulu: “Moyikeni uThixo+ nimzukise,+ kuba lifikile ilixa lokugweba kwakhe,+ ngoko mnquleni Lowo wenza+ izulu nomhlaba nolwandle nemithombo yamanzi.”+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share