Eksodus 20:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 “Beka uyihlo nonyoko+ ukuze yolulwe imihla yakho emhlabeni akunika wona uYehova uThixo wakho.+ 1 Timoti 1:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 esazi nje esi sibakala, sokuba umthetho uwiselwa, kungekhona umntu olilungisa, kodwa abantu abachas’ umthetho+ nabangalawulekiyo,+ abangenabuthixo naboni, abaswele ububele bothando,+ abahlambelayo, abo babulala ooyise noonina, izibulala-mntu,
9 esazi nje esi sibakala, sokuba umthetho uwiselwa, kungekhona umntu olilungisa, kodwa abantu abachas’ umthetho+ nabangalawulekiyo,+ abangenabuthixo naboni, abaswele ububele bothando,+ abahlambelayo, abo babulala ooyise noonina, izibulala-mntu,