Eksodus 21:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 Othe wabetha uyise nokuba ngunina makabulawe afe.+ IMizekeliso 1:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 Yiphulaphule, nyana wam, ingqeqesho kayihlo,+ ungawushiyi umthetho kanyoko.+ Yeremiya 35:18 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 18 Nakuyo indlu yamaRekabhi uYeremiya wathi: “Utsho uYehova wemikhosi, uTHIXO kaSirayeli, ukuthi, ‘Ngenxa yokuba niwuthobele umyalelo kaYehonadabhi+ ukhokho wenu naza naqhubeka niyigcina yonke imiyalelo yakhe, nenza ngako konke oko waniyalela kona,+
18 Nakuyo indlu yamaRekabhi uYeremiya wathi: “Utsho uYehova wemikhosi, uTHIXO kaSirayeli, ukuthi, ‘Ngenxa yokuba niwuthobele umyalelo kaYehonadabhi+ ukhokho wenu naza naqhubeka niyigcina yonke imiyalelo yakhe, nenza ngako konke oko waniyalela kona,+