Levitikus 11:45 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 45 Ngokuba ndinguYehova onikhuphe ezweni laseYiputa ukuba ndibe nguThixo wenu;+ yaye ke nina nimele nibe ngcwele,+ kuba ndingcwele mna.+ Yobhi 23:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 Inye ingqondo yakhe, yaye ngubani onokumxhathisa?+Nomphefumlo wakhe uyanqwena, kwaye uya kukwenza.+ Isaya 14:27 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 27 Siso eso isigqibo sikaYehova wemikhosi,+ yaye ngubani na onokusaphula?+ Isandla sakhe soluliwe, ngubani na onokusibuyisa?+ Daniyeli 4:35 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 35 Bonke abemi bomhlaba abanto yanto xa bethelekiswa naye,+ yaye wenza ngokokuthanda kwakhe kwimikhosi yezulu nakubemi bomhlaba.+ Akukho namnye unokusithintela isandla sakhe+ okanye unokuthi kuye, ‘Yintoni le uyenzileyo?’+ Yohane 12:28 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 28 Bawo, lizukise igama lakho.” Ngoko ke kwaphuma ilizwi+ ezulwini lisithi: “Ndilizukisile yaye ndiza kulizukisa kwakhona.”+
45 Ngokuba ndinguYehova onikhuphe ezweni laseYiputa ukuba ndibe nguThixo wenu;+ yaye ke nina nimele nibe ngcwele,+ kuba ndingcwele mna.+
13 Inye ingqondo yakhe, yaye ngubani onokumxhathisa?+Nomphefumlo wakhe uyanqwena, kwaye uya kukwenza.+
27 Siso eso isigqibo sikaYehova wemikhosi,+ yaye ngubani na onokusaphula?+ Isandla sakhe soluliwe, ngubani na onokusibuyisa?+
35 Bonke abemi bomhlaba abanto yanto xa bethelekiswa naye,+ yaye wenza ngokokuthanda kwakhe kwimikhosi yezulu nakubemi bomhlaba.+ Akukho namnye unokusithintela isandla sakhe+ okanye unokuthi kuye, ‘Yintoni le uyenzileyo?’+
28 Bawo, lizukise igama lakho.” Ngoko ke kwaphuma ilizwi+ ezulwini lisithi: “Ndilizukisile yaye ndiza kulizukisa kwakhona.”+