IMizekeliso 21:30 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 30 Akukho bulumko, akukho kuqonda, akukho cebo ngokuchasene noYehova.+ Isaya 23:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 UYehova wemikhosi wenze esi sigqibo,+ ukuze ahlambele iqhayiya lobuhle bonke,+ aphathe ngendelelo bonke abo babekekileyo bomhlaba.+ Isaya 25:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 25 Owu Yehova, unguThixo wam.+ Ndiyakuphakamisa,+ ndiyalibonga igama lakho,+ kuba wenze izinto ezimangalisayo,+ amacebo+ ukususela kumaxesha angaphambili, ukuthembeka,+ ukukholoseka.+
9 UYehova wemikhosi wenze esi sigqibo,+ ukuze ahlambele iqhayiya lobuhle bonke,+ aphathe ngendelelo bonke abo babekekileyo bomhlaba.+
25 Owu Yehova, unguThixo wam.+ Ndiyakuphakamisa,+ ndiyalibonga igama lakho,+ kuba wenze izinto ezimangalisayo,+ amacebo+ ukususela kumaxesha angaphambili, ukuthembeka,+ ukukholoseka.+