2 Kronike 20:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 wathi:+ “Owu Yehova THIXO wookhokho bethu,+ akungoThixo na emazulwini,+ asinguwe na olawula bonke ubukumkani beentlanga,+ akakho sesandleni sakho na amandla nokomelela, kungekho bani unokumelana nawe?+ Yobhi 9:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 Khangela! Uyaxhwila. Ngubani na onokumxhathisa?Ngubani oya kuthi kuye, ‘Wenzani?’+ Isaya 43:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 Lonke ixesha eli ikwaNdim;+ yaye akukho bani uhlangulayo esandleni sam.+ Ndiya kusebenza,+ kwaye ngubani na onokukubuyisa oko?”+
6 wathi:+ “Owu Yehova THIXO wookhokho bethu,+ akungoThixo na emazulwini,+ asinguwe na olawula bonke ubukumkani beentlanga,+ akakho sesandleni sakho na amandla nokomelela, kungekho bani unokumelana nawe?+
13 Lonke ixesha eli ikwaNdim;+ yaye akukho bani uhlangulayo esandleni sam.+ Ndiya kusebenza,+ kwaye ngubani na onokukubuyisa oko?”+